2 Corinthians 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nokuba sinobuhilihili, kungenxa katixo; nokuba sinokuqonda kwetu, kungenxa yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, nokuba siyageza, kungenxa kaThixo; nokuba sinengqondo ephilileyo, kungenxa yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, nokuba siyageza, kungenxa kaThixo; nokuba sinengqondo ephilileyo, kungenxa yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba asibhadlanga, kungenxa kaThixo. Kanti ukuba sibhadlile, kungenxa yenu.