2 Corinthians 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utando luka‐Kristu lusinyanzela, sigwebile nje oku ukuti, ukuba omnye wafela bonke, kukona bafayo kwa bonke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lusifingile nje uthando lukaKristu, sigqibe kwelokuthi, ukuba ufele bonke emnye, ngoko bafile bonke abo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku uthando lukaKristu lusifingile nje; Kuba sigqiba kwelithi, omnye ufele bonke emnye, ngoko bafile bonke abo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uthando lukaKrestu lusongamele. Ngoko ke sigqiba kwelithi xa kwafa umntu omnye, efela abantu bonke, lonke uluntu lunenxaxheba koko kufa kwakhe.