2 Corinthians 5:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjalo wafela bonke, ukuze abo bahleliyo bangabi sazihlalela bona, koko bahlal ele lowo ute ngenxa yabo wafa wabuya wavuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafela abantu bonke, ukuze abo basaphilayo bangabi saziphilela, kodwa baphilele yena wafayo wavuka ngenxa yabo.