2 Corinthians 5:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo ubengasazanga isono wamenza ukuba sisono ngenxa yetu; ukuze tina sibe bubulungisa bukatixo kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba lowo ungazani nasono, wamenza isono ngenxa yethu, ukuze thina sibe bubulungisa bukaThixo kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba lowo ungazani nasono, wamenza isono ngenxa yethu; ukuze thina sibe bubulungisa bukaThixo kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona wayengenasono uKrestu, kodwa ngenxa yethu, uThixo wamenza wanenxaxheba kwisono sethu, ukuze thina sithi ngokumanywa naye sibe nenxaxheba ebulungiseni bukaThixo.