2 Corinthians 5:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba tina esikulo olupahla sigula, sitwaliswa ke: ekubeni singafuni ukuhlutyululwa, koko sifuna ukwambatiswa, ukuze oko kunokufa kuginywe bubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwathina aba bakulo mnquba siyancwina sisindwa, kungengakuba sithanda ukuhlutywa; kungokuba sithanda ukwambathiswa saleke, ukuze okunokufa kufincwe bubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwathina aba bakulo mnquba siyancwina sisindwa, kungengakuba sithanda ukuhlutywa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okwangoku sisekule ndlu yasemhlabeni siyancwina, siziva sicinezelekile. Asikuko ke nokuba asisayifuni le ndlu yethu yasemhlabeni, koko kukuba silangazelela ukungena kweso sakhiwo sethu sisezulwini, ukuze oko kufayo kuginywe bubomi.