2 Corinthians 5:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko siyazamela ukuba siti, nokuba siseko, nokuba siyafuduka, sibe sikolekile kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko sizondelela ukuthi, nokuba sisekhaya, nokuba sikude nekhaya, sibe ngabakholekileyo kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko sizondelela ukuthi, nokuba sisekhaya, nokuba sikude nekhaya, sibe ngabakholekileyo kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu kwezinto zonke ke ibhongo lethu kukuba sithi noba sikweli ikhaya, okanye sikwelo sililangazelelayo, sihlale samkelekile kuyo.