2 Corinthians 6:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo sisebenza kunye naye nje, nati siya ni kunga ukuba maningafumani nilwamkele ufefe lukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sisebenzisana naye nje ke, siyaniyala, ukuba ubabalo lukaThixo ningafumane nilwamkele;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sisebenzisana naye nje ke, siyaniyala, ukuba ubabalo lukaThixo ningafumane nilwamkele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke njengabo basebenzisana noThixo siyanibongoza ukuba ningathi kanti ubabalo lukaThixo nilwamkelele ilize.