2 Corinthians 6:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ukubuyekeza into ekwa yiyo, (ndiyateta njengakubo abantwana bam,) yibani nandisekile nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbuyekezo ke onjalo (ndithetha njengakubantwana bam), ndithi yibani banzi nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umbuyekezo ke lowo (ndithetha njengakubantwana bam), ndithi yibani banzi nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke ndithetha njengoyise kubantwana: Nani linganisani mna, nizityand' igila kum!