2 Corinthians 6:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningazifaki iyokwe yimbi ndawonye nabangakolwayo: ngokuba kuko ubukolwane bunina pakati kwobulungisa nokungalungi? nokukanya kunobudlelana bunina kunye nobumnyama?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke;kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho?Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke; kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho? Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musani ukuzilinganisa nizifanise nabantu abangakholwayo, kuba àyenziwa loo nto. Ingádibana njani into elungileyo nengalunganga? Kungahlala njani ukukhanya ndawonye nobumnyama?