2 Corinthians 7:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna ukuba ndike ndaqa̔yisa kuye ngenxa yenu, bendingadaniswa: koko njengokuba sibe siteta zonke izinto kuni ngenyaniso, kwa njalo nokuqa̔yisa kwetu pambi kwo‐Titusi bekufunyanwa ukuba yinyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ukuqhayisa endaqhayisa ngako ngani, andidaniswanga ngako; njengokuba sazithetha kuni izinto zonke sinyanisile, ngokunjalo nokuqhayisa kwethu oko phambi koTito kwaba yinyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ukuqhayisa endaqhayisa ngako ngani, andidaniswanga ngako; njengokuba sazithetha kuni izinto zonke sinyanisile, ngokunjalo nokuqhayisa kwethu oko phambi koTito kwaba yinyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakha ndamqhayisela ngani, nani ke anindiphoxanga. Bendisoloko ndithetha inyaniso kuni ngawo onke amaxesha, ngokunjalo ke nokuqhayisa kwam kuTito akubanga bubuxoki.