2 Corinthians 7:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyavuya ngoko ukuba ezintweni zonke ndinokwomelela ngani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyavuya ngoko, kuba ndomelezekile kuni ezintweni zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyavuya ngoko, kuba ndomelezekile kuni ezintweni zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndonwabe kwaphela kuba ndinebhongo lokuba ndinganithemba ngokupheleleyo.