2 Corinthians 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anditeti oku ukunga ndinganigweba: ngokuba nditshilo pambili ukuti nisezintliziyweni zetu ukuba sife ndawonye nani nokuba sipile ndawonye nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anditsho ngakunigweba; kuba sendithe ngaphambili, nisezintliziyweni zethu ukuba sife nani, sidle ubomi nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anditsho ngakunigweba; kuba sendithe ngaphambili, nisezintliziyweni zethu ukuba sife nani, sidle ubomi nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anditsho kuba ndifuna kunibeka bala nganto. Senditshilo kakade ukuthi nina nisenyongweni kum – mna nani sofa kunye.