2 Corinthians 7:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuba ndisiti, nakuba ndanenza lusizi ngencwadi yam, ndingazohlwayi, nakuba ndibe ndizohlwaya: ngokuba ndibona ukuba incwadi leyo yanenza lusizi, nakuba bekungexeshana kodwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nakuba ndikhe ndanenza nabuhlungu ngencwadi leyo, andizohlwayi, nakuba ndikhe ndazohlwaya; kuba ndiyabona ukuba loo ncwadi yanenza buhlungu, nakuba kwaba ngumzuzwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nakuba ndikhe ndanenza buhlungu ngencwadi leyo, andizohlwayi, nakuba ndikhe ndazohlwaya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndinixelela inyaniso, nokokuba laa ncwadi ndanibhalela yona yanenza buhlungu, andisevi kakubi mna yiloo nto ngoku. Kaloku ndiphawule ukuba naba buhlungu yiyo, nokuba kokwexeshana nje.