2 Corinthians 8:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuko oku ndiyanika ingcingo yam: ngokuba oku kunilungele, ekubeni naseniqala nyakenye, kwakungekukwenza kodwa, kwakukuvuma kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngale ndawo ke ndinipha okwam ukubona; kuba oko kunilungele nina aba nayiqalayo kwanyakenye le nto; ananela kuyenza, nayithanda nokuyithanda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngale ndawo ke ndinipha okwam ukubona; kuba oko kunilungele nina aba nayiqalayo kwanyakenye le nto; ananela kuyenza, nayithanda nokuyithanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nalu uluvo lwam kulo mcimbi: kubhetele ukuba niyigqibe ngoku loo nto nayiqala kunyaka ophelileyo. Anibanga ngabokuqala nje ekwenzeni kuphela, kodwa naba ngabokuqala nasekuboniseni ulangazelelo lokwenza.