2 Corinthians 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisitsho kungekukuba kubeko ubulula kwabanye, nembandezelo kuni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba andithi mabaphumle abanye, nibandezeleke nina;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba andithi mabaphumle abanye abantu, nibandezeleke nina;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andizami kuphungulela kuni umthwalo weengxaki zabanye, ngokunithwalisa umthwalo wabo. Kodwa njengoko nina nimi kakuhle ngoku, kulungile ukuba nibancede abo basweleyo, khon' ukuze xa nani nisweleyo banincede nabo. Ngale ndlela ke noba niphathana ngokufanayo,