2 Corinthians 8:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuba ebesamkela isiyalo setu; kodwa eba nokuku̔tala ngakumbi nje, wapuma ngokwake ukutanda ukuya kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wasamkela okunene isiyalo; ke uthe, enyameke okunye, waphuma ngokuqhutywa yintliziyo, waya kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wasamkela okunene isiyalo; ke uthe, enyamekile, uthe ngokuqhutywa yintliziyo, waya kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akanelanga kusamkela nje isicelo sam, koko usuke wabonakalisa umdla ngangokude agqibe ngokwakhe ukuba uyeza kuni.