2 Corinthians 8:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Site kanjalo kunye naye samtuma umzalwana, odunyiswa evangelini lukuzo zonke iṙemente;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathuma ke kunye naye umzalwana odume phakathi kwawo onke amabandla, ngokuvakalisa iindaba ezilungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathuma ke kunye naye umzalwana odume phakathi kwawo onke amabandla, ngokuvakalisa iindaba ezilungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uza kukhatshwa ngomnye umwethu oxatyiswe kakhulu ngamabandla ngenxa yokuzishumayela kwakhe iindaba ezimnandi.