2 Corinthians 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kunge njalo ke kodwa, koko kanjako ebebalulwa ziṙemente ukuba ngumpeleki wetu ekuhambeni nalo ubabalo olu, olwabiwa siti kuze kubonakaliswe ubungcwalisa benkosi ngokwayo, nonxamelo lwenu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asikuphela ke oko; wanyulwa nokunyulwa ngawo amabandla, ukuba abe ngohamba nathi, nalo olu lubabalo lulungiselelwayo sithi, ukuze izukiswe iNkosi, nibe nokuthumekelela nina:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asiyikuphela ke loo nto; wanyulwa nokunyulwa ngawo amabandla, ukuba abe ngohamba nathi ngolu lubabalo silulungiselelweyo sithi, ekuzukiseni kwayo iNkosi, nasekubonakalaliseni nina ngokwentumekelelo yenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko wanyulwa, wamiselwa ngamabandla ukuba ajikeleze kunye nam kweli phulo lothando sidumisa ngalo iNkosi nesiwubonakalisa ngalo umdla wethu wokunceda.