2 Corinthians 8:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye simtumile kunye nabo umzalwana wetu, esimfumeneyo futi ezintweni ezininzi ukuba uku̔tele, kodwa ngoku uku̔tele kakulu ngakumbi, ngesitembelo esikulu a naso ngakuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithume ke kunye nabo umzalwana wethu, esimcikide futhi ngeendawo ezininzi, samfumana ekhuthele; kokukhona akhuthele kakhulu, ekholose kakhulu ngani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithume ke kunye nabo umzalwana wethu, esimcikide futhi ngeendawo ezininzi, samfumana ekhuthele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo ke le nto ndimthuma kuni kunye nabanye. Yena ubesekuvavanyweni amaxesha ngamaxesha, ndamfumana enomdla ekuncediseni. Nanjengoko ekholisekile nini, usuke wanomdla ngakumbi ngoku.