2 Corinthians 8:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba kubuz elwa u‐Titusi, ulikolwane lam nomsebenzisi wam ngakuni: nokuba kubuzelwa abazalwana betu, bangabatunywa bazo iṙemente, no bungcwalisa buka‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba kuthethwa ntoni ngoTito, yazini ukuba ulidlelane nam, nomsebenzisi wam kuni; nokuba kuthethwa ngabazalwana bethu, yazini ukuba bangabathunywa bamabandla kaThixo, baluzuko lukaKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba kuthethwa ntoni ngoTito, yazini ukuba ulidlelane nam, nomsebenzisi wam kuni; nokuba kuthethwa ngabazalwana bethu, yazini ukuba bangabathunywa bamabandla kaThixo, baluzuko lukaKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UTito yena ngumlingane endisebenza naye ekuncediseni nina. Amanye ke amakholwa ahamba naye, amele amabandla, eludumo kuKrestu.