2 Corinthians 8:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ke isiboniso sotando lwenu, nesoqa̔yiso lwetu ngenxa yenu, sibonakaliseni kubo, nasebusweni bazo iṙemente.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lo mbonakalaliso ngoko wothando lwenu, nowokuzingca kwethu ngani, wubonakalaliseni kubo, naphambi kwamabandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo mbonakalaliso ngoko wothando lwenu, nowokuzingca kwethu ngani, wubonakalaliseni kubo, naphambi kwamabandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamkeleni ke ngezandla ezishushu, nibabelezele, ukuze onke amabandla aqonde ukuba bendingathethi nje xa bendiqhayisa ngani.