2 Corinthians 8:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngokwamandla abo, (ndiyanqi̔nela oku,) ewe napezu kwamandla abo bapa ngokwabo ukutanda;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndiyangqina ukuba bathe, ngokwamandla abo, ewe nangaphezu kwamandla, banikela ngokuqhutywa yintliziyo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyangqina, ewe, nangaphezu kwamandla abo, bazinikela ngokuqhutywa yintliziyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyaniqinisekisa ukuba banikele kangangoko babenako. Enyanisweni banikele nangaphezu kokuba benako, ngokuqhutywa ziintliziyo zabo.