2 Corinthians 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besitandaza ngembongozo eninzi, ukuba samkele ubabalo lwabo, sidlelane nabo ekwabeleni abangcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besikhunga, besibongoza kakhulu, ukuba silwamkele ubabalo olo, ubudlelane ke obo bokulungiselela abangcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besikhunga kakhulu, besikhunga, ukuba silwamkele ubabalo olo, nobudlelane ke obo bokulungiselela abangcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bandincekelele bendicenga, befuna ukuba nenxaxheba kwilungelo lokupha abantu bakaThixo bakwaJuda.