2 Corinthians 9:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngako ukwabela abangcwele, akufuneki kanye ukuba ndiba̔le kuni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okunene ngako ukulungiselela abangcwele, akufuneki kona ukuba ndinibhalele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba okunene ngako ukulungiselela abangcwele, okunene akufuneki ukuba ndinibhalele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho mfuneko yokuba ndinibhalele mayela nombandela wephulo lokunceda abantu bakaThixo abakwaJuda.