2 Corinthians 9:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ukwabiwa kwokonzo olu kungazenzeleli intswelo zabangcwele kodwa, koko kanjako kukolisa ukwanda ngayo imibulelo emininzi kutixo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ulungiselelo lwalo mbuso alwaneli kuzalisela iintsilelo zabangcwele; lusuka kananjalo luphuphume imibulelo emininzi kuye uThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ulungiselelo lwalo mbuso alwaneli kuzalisela iintsilelo zabangcwele; lusuka kananjalo luphuphume imibulelo emininzi kuye uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nkonzo niyenzayo kaloku ayanele nje kukuhlangabezana neentswelo zabantu bakaThixo, koko ibanga ukuphuphuma kwemibulelo ebhekiswa kuThixo.