2 Corinthians 9:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
hleze kungati, xeshekweni kuzayo abase‐Masedoniya kunye nam, banifumane ningalunganga, kudaniswe tina, (ukuze ndingatsho ukuti nina,) kokukwomelela kwokuqa̔yisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
hleze kuthi, ukuba bathe bafika nam abelaseMakedoni, banifumana ningekalungi, sidaniswe thina (ukuba asingethi, kudane nina) koko kukholosa kokuqhayisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
hleze kuthi, ukuba bathe bafika nam abelaseMakedoni, banifumana ningekalungi, sidaniswe thina (ukuba asingethi, kudane nina) koko kukholosa kokuqhayisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanjengokuba ndinithemba kangaka nje, ndingadana kakhulu, nani nihlazeke kakubi, ukuba kunokufika abantu baseMakedoni apho, behamba nam, ningekalungi.