2 Corinthians 9:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa oku ndiyakutsho: Ohlwayelayo ngokuncinane uya kuvuna nangokuncinane; nohlwayelayo ngokuninzi uya kuvuna nangokuninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Qondani ke le nto: Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nditsho ke ukuthi, Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nize nikhumbule ukuba ohlwayela kancinane uvuna kancinane, ohlwayela kakhulu avune isivuno esikhulu.