2 John 1:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantwana bodade wako onyuliweyo bayakubulisa. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayakubulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo. Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo. Amen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayabulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo.