2 John 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndavuya kunene ukuba ndifumene abantwana bako inxenye behamba enyanisweni, njengokuba besiwamkele umyalelo kuye uyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndavuya kunene kuba ndifumene kubantwana bakho kukho abahamba enyanisweni, njengoko samkelayo umthetho kuye uYise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndavuya kunene kuba ndifumene kubantwana bakho kukho abahamba enyanisweni, njengoko samkelayo umthetho kuye uBawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibe nochulumacho ukufumanisa ukuba abanye kubantwana bakho bahleli enyanisweni, kanye njengoko sayalelwayo nguBawo.