2 John 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zilumkeleni, ukuze singalahlekani nezozinto sizisebenzileyo, siti samkele umvuzo ozalisekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zilumkeleni, ukuba singalahlekani nezinto esizisebenzileyo;masamkele umvuzo ozalisekileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkeleni, ukuba singalahlekani nezinto esizisebenzileyo; masamkele umvuzo ozalisekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke zilumkeleni, hleze niphulukane nayo into ebeniyisebenzela. Zabalazani, khon' ukuze nilifumane linjengoko linjalo ibhaso lenu.