2 John 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba epambuka, engahlali elufundisweni luka‐Kristu, akanaye utixo. Ohlalayo elufundisweni luka‐Kristu, yena lo u noyise kwa nonyana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, abanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, abanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu onganamatheliyo emfundisweni kaKrestu, lowo uhambela kude kuyo, akanaThixo. Kanti ke yena onamatheleyo kuyo imfundiso umanyene noYise kunye noNyana.

Recommended Reading