2 Kings 1:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, kwehla umlilo ezulwini, wadla inkosi zombini zamashumi mahlanu okuqala, kunye namashumi mahlanu azo; kodwa kaloku, mabube ubomi bam bunqabile emehlweni ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, kwehla umlilo ezulwini, wabadla abathetheli bobabini baloo mashumi angamahlanu, kunye namashumi omahlanu abo; ngoko ke mawunqabe emehlweni akho umphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, kwehla umlilo ezulwini, wabadla ookumkani bobabini babokuqala, kunye namashumi omahlanu abo; ke ngoko umphefumlo wam uya kunqaba emehlweni akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ngaphambili kuye kwehla umlilo ezulwini, wawatshisa amagosa amabini nabo bonke ababehamba nawo. Noko ke ngoku mabuxabiseke kuwe ubomi bam.”