2 Kings 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yateta ingelosi kayehova ku‐Elija, isiti: Yihla nayo, ungayoyiki. Wesuka, wehla nayo waya kukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi isithunywa sikaYehova kuEliya, Yihla naye; musa ukumoyika. Wesuka ke, wehla, waya naye kukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi isithunywa sikaYehova kuEliya, Yihla naye; musani ukumoyika. Wesuka wehla naye waya kukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke isithunywa sikaNdikhoyo sathetha noEliya sathi: “Musa ukoyika wena, hamba uhle nalo.” Ngoko ke uEliya wahamba nalo, wehla waya kukumkani.