2 Kings 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni izigidimi zazibuyele kuye, wati kuzo: Yinina lento nibuyileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babuya abathunywa, beza kuye. Wathi kubo, Yini na ukuba nibuye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babuyela kuye abathunywa, wathi kubo, Yini na ukuba nibuye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakubuya ke abathunywa abo, wabuza wathi ukumkani: “Ngani ukuba nijike?”