2 Kings 1:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kuzo: Sibe sinina isimilo salondoda eyenyukayo ukuza kunikaulela, yateta kuni lamazwi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha kubo, wathi, Iluhlobo luni na indoda leyo inyukileyo yeza kunikhawulela, yathetha loo mazwi kuni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Ebenjani na ke yena lowo wahlangana nani, wathetha kuni la mazwi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi: “Yayingumfo oluhlobo luni na lowo nidibene naye waza wathetha loo mazwi kuni?”