2 Kings 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akufika e‐Samariya, wabulala bonke abaseleyo ku‐Ahabi e‐Samariya, wada wamtshabalalisa; njengelizwi likayehova, elo wabelitetile ku‐Elija.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza kwaSamari, wababulala bonke abaseleyo kuAhabhi kwaSamari, wada wamtshabalalisa ngokwelizwi likaYehova, abelithethile kuEliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza kwaSamari, wababulala bonke abaseleyo kuAhabhi kwaSamari, wada wamtshabalalisa ngokwelizwi likaYehova, awalithethayo kuEliya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika eSamariya uYehu wabulala bonke ababesele bendlu ka-Ahabhi, wabatshabalalisa mpela ngokwelizwi elathethwa *nguNdikhoyo kuEliya.