2 Kings 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jehu wabahlanganisa bonke abantu, wati kubo: u‐Ahabi wakonza u‐Bali ngokuncinane; u‐Jehu uya kumkonza ngokukulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehu wabahlanganisa bonke abantu, wathi kubo, UAhabhi wamkhonza kancinane uBhahali, uYehu yena uya kumkhonza kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabahlanganisa uYehu bonke abantu, wathi kubo, uAhabhi wamkhonza kancinane uBhahali; uYehu womkhonza kunene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYehu wabaqokelela bonke abantu, wathi kubo: “UAhabhi wayemnqula kancinci uBhali, kodwa ke mna ndiza kumnqula kakhulu.