2 Kings 10:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaleyomihla waqala uyehova ukunqamla kwa‐Sirayeli: ngokuba u‐Hazayeli wababeta kuyo yonke imida yakwa‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mihla waqala uYehova ukunciphisa kumaSirayeli.Wawaxabela uHazayeli emideni yonke yakwaSirayeli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mihla uYehova waqalisa ukubanciphisa oonyana bakaSirayeli, yaye uHazayeli waboyisa kuzo zonke iindawo zakwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mihla ke uNdikhoyo wawaphungula amaSirayeli. UHazayeli wawongamela amaSirayeli kuwo wonke ummandla wawo,