2 Kings 10:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada walala u‐Jehu noyise bake, wancw̔atywa e‐Samariya; waza u‐Yehowahazi unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehu walala kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari.UYehowahazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehu walala kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari unyana wakhe uYehowahazi waqalisa ukulawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYehu waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa eSamariya. UYowahazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.