2 Kings 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwamkwelelwa amacala omabini; waya ngendlela yokungena kwamahashe ukuza endlwini yokumkani; wafiswa apo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya endlwini yokumkani ngendlela yokungena kwamahashe, wabulawelwa khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bambamba ke; wahamba ngendlela angena ngayo amahashe endlwini yokumkani, wabulawelwa khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke bambamba xa efika kwiSango lamaHashe eyadini yakomkhulu, bambulalela apho.