2 Kings 11:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yoyada walwenza ucebano pakati kwoyehova nokumkani nabantu, ukuba babe ngabantu bakayehova; napakati kwokumkani nabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawenza uYehoyada umnqophiso phakathi koYehova nokumkani nabantu, ukuba babe ngabantu bakaYehova; naphakathi kokumkani nabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ke uYehoyada wenza umnqophiso phakathi kukaYehova nokumkani nabantu ukuba babe ngabantu bakaYehova; naphakathi kokumkani nabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uJoyada wenza umnqophiso phakathi kukaNdikhoyo nokumkani ndawonye nabantu wokuba baya kuba ngabantu bakaNdikhoyo, waba lingqina nakumnqophiso ophakathi kwabantu nokumkani.