2 Kings 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bevuya bonke abantu belizwe, sati isixeko sanokwonwaba; no‐Hataliya bebemfisile ngeṙele ngasendlwini yokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bavuya bonke abantu belizwe; wazola umzi; kuba babembulele uAtaliya ngekrele endlwini yokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bavuya bonke abantu belizwe, sazola umzi; bambulalela uAtaliya ngekrele endlwini yokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa bebonke ke abantu babenemihlali bevuya, nesixeko ngokwaso sizolile ngoku abuleweyo ngekrele uAtaliya apho komkhulu.