2 Kings 12:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ababuza amadoda, abayinikayo imali leyo ezandleni zawo, ukuba anike kwabenzayo umsebenzi; ngokuba wona ebesenza ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babengabalelani namadoda, ababeyinikela ezandleni zawo imali leyo, ukuba ahlawule abenzi bomsebenzi; ngokuba abesebenza enyanisekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, babengawabala amadoda awayenike imali ezandleni zawo ukuba anike abasebenzi, kuba ayesebenza enyanisekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zange bafune nkcukacha kwabo babebanikela ukuba bahlawule abasebenzi, kuba babesebenza ngokunyaniseka.