2 Kings 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bavuma ke abaperisite ukuba bangabi be s amkela imali ebantwini, nokuba bangalungisi intanda zendlu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakuvuma ababingeleli ukungabi sathabatha mali ebantwini, nokuthi zingatywinwa ngabo iintanda zendlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bavuma ababingeleli ukuba bangabi sathabatha mali ebantwini, nokuba iya kulungisa iintanda zendlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bavuma ke ngoko ababingeleli ukuba abayi kuba saqokelela mali yimbi ebantwini, futhi bengayi kuyihlaziya ngokwabo indlu kaThixo.