2 Kings 13:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomnyaka wamashumi matatu anesixe̔nxe ka‐Yohashe ukumkani wo‐Juda, waba ngukumkani u‐Yehohashe unyana ka‐Yehowahazi pezu kwo‐Sirayeli e‐Samariya, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinesitandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wamashumi omathathu anesixhenxe kaYowashe ukumkani wakwaYuda, uYehohashe unyana kaYehowahazi waba ngukumkani wamaSirayeli kwaSamari, iminyaka elishumi elinamithandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wamashumi omathathu anesixhenxe kaYowashe ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uYowashe, unyana kaYowahazi, kwaSirayeli kwaSamari, iminyaka elishumi elinamithandathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka wamashumi amathathu anesixhenxe kakumkani uYowashe wakwaJuda, uYehowashe unyana kaYowahazi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elishumi elinesithandathu.