2 Kings 13:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Elisha, wancw̔atywa. Aza amabandla ama‐Mowabi afika elizweni ekutwaseni kwomnyaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uElisha, bamngcwaba. Ke amatutu amaMowabhi ebedla ngokulingenela ilizwe, ukuthwasa komnyaka;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uElisha, bamngcwaba. Kwaye amaqela amaMowabhi ahlasela ilizwe ekuqaleni konyaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha wasweleka, waza ke wangcwatywa. Ke amaMowabhi ayedla ngokulihlasela elo lizwe ukuthwasa konyaka.