2 Kings 13:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Hazayeli ukumkani we‐Siriya; wati u‐Bene‐hadadi unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uHazayeli ukumkani wama-Aram; uBhen-hadade, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa uHazayeli ukumkani wakwa-Aram; unyana wakhe uBhen-hadadi walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uHazayeli wakwa-Aram wasweleka, kwaza esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uBhenadadi.