2 Kings 13:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako yavuta ingqumbo kayehova ngakubo o‐Sirayeli; waza wabanikela esandleni sika‐Hazayeli ukumkani we‐Siriya, nasesandleni sika‐Bene‐hadadi unyana ka‐Hazayeli, yonke imihla leyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wawanikela esandleni sikaHazayeli ukumkani wakwa-Aram, nasesandleni sikaBhen-hadadi, unyana kaHazayeli, yonke imihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wawanikela esandleni sikaHazayeli ukumkani wakwa-Aram, nasesandleni sikaBhen-hadade, unyana kaHazayeli, yonke imihla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke umsindo kaNdikhoyo wavutha ngakuSirayeli. Kwaba lixesha elide emyekele phantsi kwesandla sikaHazayeli, ukumkani wakwa-Aram, ndawonye nonyana wakhe uBhenadadi.