2 Kings 13:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yehowahazi wabongoza ubuso bukayehova; wati uyehova wapulapula kuye: ngokuba ebebona ukubandezelwa kwo‐Sirayeli, ukuba ukumkani we‐Siriya wababandezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehowahazi wambongoza uYehova; uYehova wamva ke; ngokuba wakubona ukuxinwa kwamaSirayeli; ngokuba ukumkani wama-Aram wayewaxinile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathandaza uYehowahazi kuYehova, weva uYehova; ngokuba ubeyibonile ingcinezelo yoonyana bakaSirayeli, becinezelwa ngayo ngukumkani wakwa-Aram.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYowahazi wakhala kuNdikhoyo, waza ke yena wamphulaphula, kuba wayekubona ukuphatheka kabuhlungu kukaSirayeli phantsi kwesandla sokumkani wakwa-Aram.