2 Kings 13:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yehowahazi walala noyise bake, wancw̔atywa e‐Samariya: waza u‐Yohashe unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uYehowahazi kooyise, bamngcwabela kwaSamari.UYehohashe, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala uYowashe kooyise; baza bamngcwabela eSamariya, yaye uYowashe unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYowahazi waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uYehowashe.